Latest News

Mosselbaai bergfietsresies trek groot name...
Wednesday, September 8th, 2010

IMossel Bay
Akukho kuNgxama, Akukho kuXhalaba


IMossel Bay izingca ngeendawo zokuthenga ezikhethwa ngabathengi, iinkonzo zobuhle, uncedo lwezonyango, iinkonzo zoshishino norhwebo kunye neeklabhu zemidlalo – zonke ezibhaliweyo kwisikhokelo esisemthethweni selezoKhenketho eMossel Bay. Iikopi eziprintiweyo ziyafumaneka kwi-Ofisi yezoKhenketho nakuninzi lweendawo ezinika umdla okanye ungayikhuphela kwa-www.visitmosselbay.co.za. Le webhusayiti ikwanayo nekhalenda yemicimbi yezentlalo, yezemidlalo neyenkcubeko ehlaziywa ubuncinane kanye ngeveki.

  • Marcia Holm: Operations Manager
  • Email: admin@visitmosselbay.co.za
  • Ifowuni: +27(0)44 691 2202
  • Website: www.visitmosselbay.co.za
  • Pos: PO Box 1556, Mossel Bay, 6500, Zuid-Afrika